Eden FM News

Kubanjwe abarhanelwa abathathu eHanover Park emva kokufunyanwa nemikhono yekati engavumelekanga neembumbulu


Kubanjwe abarhanelwa abathathu eHanover Park emva kokufunyanwa nemikhono yekati engavumelekanga neembumbulu. Ababrhanelwa, nabaneminyaka ephakathi kwamashumi amabini anesine namashumi amane anethoba ubudala, babanjwe emva kokugqogqwa kwezinu eziliqela kulangingqi. Isithethi samapolisa, uJoseph Swartbooi uthi kutyalwe amalungu lebutho elichasene namaqela oonqevu kulangingqi kulandela izigabeko zodushe lwamaqela oonqevu. Ababarhanelwa kulindeleke ukuba bavele kwinkundla kamantyi easeAthlone namhlanje.